1 Chronicles 1:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku u‐Kushe wazala u‐Nimrode; yena waqala ukuba ligoṙa emhlabeni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UKushi wazala uNimrodi, yena waqala waba ligorha emhlabeni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uKushi wazala uNinaroti; waqala ukuba namandla ehlabathini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke uKushe wazala uNimrodi owaba ligorha lokuqala emhlabeni.