1 Chronicles 1:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nama‐Faterusi, nama‐Kaseluhi, (ekwavela kona ama‐Filistiya), nama‐Kafetori.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
namaPatrusi, namaKaseluyi, apho kwaphuma khona amaFilisti, namaKafetori.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
namaPatrusi, namaKasluhi, apho ayevela khona amaFilisti, namaKafetori.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
namaPatrusi, namaKaseluyi (apho kwaphuma khona amaFilistiya), namaKafto.