1 Chronicles 1:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nonyana baka‐Ketura, ishweshwe lika‐Abrahame: yena wazala u‐Zimrane, no‐Yokeshane, no‐Medane, no‐Midiyane, no‐Shebaki, no‐Shuha. Nonyana baka‐Yokeshane: ngu‐Sheba, no‐Dedane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaYokeshan nguShebha noDedan.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaKetura, isithende sika-Abraham, bamzala uZimran, noYokeshan, noMedan, noMidiyan, noIshbhaki, noShuwagi. Oonyana bakaYokesan nguAsheri; Bona kwaDedan.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UAbraham wayeneqadi uKetura owazala oonyana abanguZimran, noYokeshan, noMedan, noMidiyan, noIshbhaki, noShuwa. Oonyana bakaYokeshan nguShebha noDedan.