1 Chronicles 1:33 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nonyana baka‐Midiyane: ngu‐Hefa, no‐Heferi, no‐Hanoki, no‐Abida, no‐Ledaha. Bonke aba bangonyana baka‐Ketura.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaMidiyan nguEfa, noEfere, noEnoki, noAbhida, noElidaha. Bonke abo ngoonyana bakaKetura.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaMidiyan nguAsheri; uEva noEfere noEnoki noAbhida noElidaha. Bonke ngoonyana bakaKetura.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Oonyana bakaMidiyan nguHefa, noEfere, noHanoki, noAbhida, noElda. Bonke abo ngoonyana bakaKetura.