1 Chronicles 1:38 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nonyana baka‐Sehire: ngu‐Lotane, no‐Shobali, no‐Tsibone, no‐Hana, no‐Dishone, no‐Etsere, no‐Dishane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaSehira nguLotan, noShobhali, noTsibheyon, noAna, noDishon, noEtsere, noDishan.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaSehire yayinguLotan noShobhali noTsibheyon noAna noDishon noEzere noDishan.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Oonyana bakaSeyire nguLotan, noShobhali, noZibheyon, noAna, noDishon, noEzere, noDishan.