1 Chronicles 1:40 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Onyana baka‐Shobali: ngu‐Aliyane, no‐Manahate, no‐Hebali, n o‐Shefi, no‐Oname. Nonyana baka‐Tsibone: ngu‐Aya, no‐Hana.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaShobhali nguAleyan, noManahati, noEbhali, noShefi, no-Onam. Oonyana bakaTsibheyon nguAya noAna.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaShobale; noAlan, noManahati, uEbhali, uSefi, no-Onam. Oonyana bakaTsibheyon nguAsh uAya, noAna.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Oonyana bakaShobhali nguAliyana, noManahati, noEbhali, noShefi, no-Onam. Oonyana bakaZibheyon nguAya noAna.