1 Chronicles 1:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nonyana baka‐Kushe: ngu‐Seba, no‐Havila, no‐Sabeta, no‐Rahama, no‐Sabeteka. Nonyana baka‐Rahama: ngu‐Sheba, no‐Dedane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaKushi nguSebha, noHavila, noSabheta, noRama, noSabheteka. Oonyana bakaRama nguShebha noDedan.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaKushi nguSebha, noHafila, noSabheta, noRama, noSabhetega. Oonyana bakaRama nguAsheri. Bona kwaDedan.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Oonyana bakaKushe nguSebha, noHavila, noSabheta, noRama, noSabheteka. Oonyana bakaRama nguShebha noDedan.