1 Chronicles 10:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
engabuzanga nje kuyehova: wati ke ngoko wamfisa, nobukumkani wabuguqulela ku‐Davide unyana ka‐Jese.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
akaquqela kuYehova; wambulala ke, wabuguqulela ubukumkani kuDavide unyana kaYese.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akamcela uYehova; wambulala ke, wabunika uDavide, unyana kaYese, ubukumkani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
endaweni yokubuzisa kuNdikhoyo. Ngoko ke uNdikhoyo wambulala, waza umbuso lowo wawunikezela kuDavide unyana kaJese.