1 Chronicles 11:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kubo abatatu abo, ebebekekile ngapezu kwababini, waba yinkosi yabo; kodwa akafikelela kwabatatu bokuqala.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kulawo mathathu wayezukile kunamabini, waba ngumthetheli wawo ke; akafika kodwa kulawa mathathu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kubo bathathu ubebekeke ngaphezu kwabo bobabini; ngokuba ebengumlawuli wabo; kodwa akafikanga kwabathathu bokuqala.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waba yimbalasane njengaloo magorha mathathu, waba yinkokheli yelo qela lingamashumi amathathu, noxa engabandakanywa kuloo magorha mathathu.