1 Chronicles 11:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ezizinto wazenza u‐Benaya unyana ka‐Yoyada, waza wanegama pakati kwalawomagoṙa matatu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wenza ezo zinto uBhenaya unyana kaYoyada; waba negama ke kwisithathu eso samagorha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wenjenjalo uBhenaya unyana kaYehoyada; waba nodumo phakathi kwamagorha amathathu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zazinjalo ke izigigaba zikaBhenaya unyana kaJoyada; naye wayedume njengaloo magorha mathathu.