1 Chronicles 11:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako amagoṙa asezimpini ebengaba: u‐Hasaheli umninawe ka‐Jowabi; u‐Lehanane unyana ka‐Dodo, um‐Beteleheme;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Amagorha anobukroti ayengooAsaheli, umninawa kaYowabhi;uElihanan, unyana kaDodo, waseBhetelehem;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Amagorha omkhosi ibinguAsaheli, umninawa kaYowabhi, noElihanan, unyana kaDodo, waseBhetelehem;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nanga loo magorha: NguAsayeli umntakwabo-Jowabhi, uEl-hanani unyana kaDodo waseBhetelehem,