1 Chronicles 11:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
u‐Yitai unyana ka‐Rabai, owase‐Gibeha yosapo luka‐Benjamine; u‐Benaya, um‐Piratone;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
uItayi unyana kaRibhayi, waseGibheha yoonyana bakaBhenjamin; uBhenaya wasePiraton;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nguItayi unyana kaRibhayi, waseGibheha koonyana bakaBhenjamin, noBhenaya wasePiraton;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uItayi unyana kaRibhayi waseGibheya kwaBhenjamin, uBhenaya wasePiraton,