1 Chronicles 11:35 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
u‐Ahiyame unyana ka‐Sakare, um‐Harari; u‐Elifali unyana ka‐Ure;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
uAhiyam unyana kaSakare, umHarari; uElifali unyana kaUre;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
noAhiya, unyana kaSakare, umMoharari, noElifele, unyana kaUre;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uAhiyam unyana kaSakare waseHarari, uElifali unyana kaUre,