1 Chronicles 11:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza waya u‐Davide, no‐Sirayeli bonke, e‐Yerusaleme, eyi‐Yebusi; ngokuba ama‐Yebusi, abemi belozwe, ebekona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wahamba uDavide namaSirayeli onke, waya eYerusalem (yiYebhusi ke leyo), apho abekhona amaYebhusi, abemi belo zwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uDavide namaSirayeli onke beza eYerusalem: yiYebhusi ke leyo; apho abehlala khona amaYebhusi ezweni abekuwo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UDavide namaSirayeli ephela baphuma baya eJerusalem – yiJebhusi ke leyo. Abemi bakhona, amaJebhusi,