1 Chronicles 11:42 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
u‐Hadina unyana ka‐Shiza, um‐Rubene, intloko yama‐Rubene, ekunye naye amashumi matatu;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
uAdina unyana kaShiza, umRubhen, intloko yamaRubhen, enamashumi amathathu;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uAdina unyana kaSisa, umRubhene, inkulu yamaRubhen, enamashumi amathathu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uAdina unyana kaShiza, umRubhen owayeyinkulu yamaRubhen, enamadoda angamashumi amathathu kunye naye,