1 Chronicles 11:45 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
u‐Yedaheli unyana ka‐Shimri; no‐Yoha umzalwana wake, um‐Titse;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
uYedihayeli unyana kaShimri, noYoha umzalwana wakhe, umTitsi;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
noYedihayeli unyana kaZimri, noYowa umninawa kaMotishe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uYediyali unyana kaShimri, umntakwabo uYowa waseTizi,