1 Chronicles 11:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti u‐Davide: Osukuba ebeta ama‐Yebusi ukuqala, uya kuba yintloko nenkosi. Waza u‐Jowabi unyana ka‐Tseruya wenyuka ukuqala, waba yintloko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uDavide, Owaxabele amaYebhusi kwasentloko, woba yintloko nomthetheli. Wenyuka kwasentloko uYowabhi unyana kaTseruya, waba yintloko ke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uDavide, Owathe wawaxabela amaYebhusi kwasentloko, woba yintloko nomlawuli; Kwenyuka kuqala uYowabhi, unyana kaTseruya, waba yinganga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UDavide ke wayethe: “Nabani na othe wakhokela xa kuhlaselwa amaJebhusi uya kuba yinjengele.” Ke uJowabhi, unyana kaZeruya, yaba nguye ophumayo, waza ke wenziwa injengele yomkhosi.