1 Chronicles 11:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Davide wahlala enqatyeni; ngako oko bayibiza ngokuti sisixeko sika‐Davide.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UDavide wahlala emboniselweni apho; ngenxa yoko bathi ngumzi kaDavide.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uDavide wahlala emboniselweni; ke ngoko bathi, sisixeko sikaDavide.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waya kuhlala apho kuloo nqaba uDavide, yaza yabizwa ngokuba sisixeko sikaDavide.