1 Chronicles 12:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngabo aba abawela i‐Yoredane ngenyanga yokuqala, yakuba ibizalele pezu kwazo zonke indonga zayo; baza basabisa bonke abasemihlanjeni, ngasekupumeni nangasekutshoneni kwelanga.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngabo abo bayiwelayo iYordan ngenyanga yokuqala, izele, ihamba phezu kweendonga zayo; bagxotha bonke abasezintilini empumalanga nasentshonalanga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngabo abo bayiwelayo iYordan ngenyanga yokuqala, izele, ihamba phezu kweendonga zayo; yaye asaba kuyo yonke imilambo ngasempuma nasentshona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngawo la awela umlambo iJordan ngenyanga yokuqala, ingazele iphuphuma, aza abaswantsulisa bonke ababemi kwiintili zayo empuma nasentshona.