1 Chronicles 12:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kusiza enqatyeni ku‐Davide inxenye kubo onyana baka‐Benjamine no‐Juda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwaya aboonyana bakaBhenjamin bakaYuda emboniselweni kuDavide.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abanye boonyana bakaBhenjamin bakaYuda beza entabeni kunye noDavide.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kananjalo namanye amaBhenjamin ekunye nabathile bakwaJuda awelela kuDavide ngoko asenqabeni yakhe.