1 Chronicles 12:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kubo onyana baka‐Simone, amagoṙa abuṙoti ekulweni, ngamawaka asixe̔nxe anekulu linye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Koonyana bakaSimon, amagorha angamakroti emfazweni ngamawaka asixhenxe anekhulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Koonyana bakaSimon, amagorha emfazwe ibingamakhulu asixhenxe amawaka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
awakwaSimon, iinto eziqule zaligangatha, zilindele umayenzeke, yayingamawaka asixhenxe nekhulu;