1 Chronicles 12:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku u‐Yoyada ebeyinkosi yama‐Arone, enaye amawaka matatu anamakulu asixe̔nxe:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke uYehoyada waye eyinganga yama-Aron; wayenamawaka amathathu anamakhulu asixhenxe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke uYehoyada waye eyinganga yoonyana baka-Aron, enamawaka amathathu anamakhulu asixhenxe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ekunye noJoyada intloko yendlu ka-Aron, kunye namadoda angamawaka amathathu namakhulu asixhenxe,