1 Chronicles 12:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakubo onyana baka‐Frayime, ngamawaka angamashumi mabini anamakulu asibozo, amagoṙa abuṙoti, amadoda adumileyo kwindlu zoyise zawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Koonyana bakaEfrayim ngamawaka amashumi mabini, anamakhulu asibhozo amagorha anobukroti, amadoda anegama ezindlwini zooyise.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Koonyana bakaEfrayim, amadoda anobukroti angamashumi amabini amawaka, anamanci asibhozo anamabini, anegama ezindlwini zooyise.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
awakwaEfrayim, amagorha aziwayo nakowawo, yayingamashumi amabini amawaka namakhulu asibhozo;