1 Chronicles 12:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakuso isiqingata sesizwe sika‐Manase, ngamawaka alishumi linesibozo, abebalulwe ngamagama, ukuba eze kumenza u‐Davide ukumkani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwisiqingatha sesizwe sakwaManase lishumi elinesibhozo lamawaka, ababalulwa ngamagama, ukuba baye kumenza ukumkani uDavide.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwisiqingatha sesizwe sakwaManase lishumi elinesibhozo lamawaka, ababalulwa ngamagama ukuba bamisele uDavide ukumkani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
awesiqingatha sikaManase, awayekhutshelwe ukuza kumisela uDavide ukuba abe ngukumkani, yayilishumi elinesibhozo lamawaka;