1 Chronicles 12:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
no‐Yishemaya, um‐Gibeyone, obeligoṙa pakati kwabamashumi matatu, obepezu kwabamashumi matatu kanjako; no‐Jeremiya; no‐Yahaziyeli; no‐Johanane; no‐Yozabadi, um‐Gedera;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
noIshmaya waseGibheyon, igorha kula mashumi mathathu, elaliphethe amashumi amathathu; noYeremiya, noYahaziyeli, noYohanan, noYozabhadi waseGedere;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
noIshmaya waseGibheyon, igorha phakathi kwamashumi amathathu anamanci mathathu; noYeremiya, noYagasiyeli, noYohanan, noYozabhadi waseGedera;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
noIshmaya waseGibheyon, igorha kulaa mashumi mathathu elaliyingqwayi-ngqwayi yawo; uJeremiya, uYaziyeli, uYohanan, uYozabhadi waseGedera,