1 Chronicles 13:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
WAZA u‐Davide wacebisana nenkosi zamawaka nezamakulu, kunye nenkosi zonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wacebisana uDavide nabathetheli bamawaka nabamakhulu, iinganga zonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uDavide wathetha kubathetheli bamawaka nabamakhulu, nakubathetheli bonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku uDavide wathetha-thethana namaphakathi akhe onke, lawo aphethe amajoni aliwaka nalawo aphethe alikhulu.