1 Chronicles 13:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yandula yavuta ingqumbo kayehova ngakuye u‐Huza, wambeta ke, ngenxa yokuba ebesolule isandla sake ngasetyeyeni; waza wafa kona ebusweni bukatixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wavutha umsindo kaYehova ku-Uza, wambetha ngenxa enokuba wasa isandla sakhe etyeyeni; wafela khona phambi koThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wavutha umsindo kaYehova kuUsa, wambulala, ngokuba esifake isandla etyeyeni; wafela khona phambi koThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wavutha umsindo kaNdikhoyo ngaku-Uza, waza wambetha wafa, kuba eyichukumise ngesandla ityesi leyo. Ngoko ke wafa ngoko nangoko ebulawa nguThixo.