1 Chronicles 13:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yaza yonke intlanganiso yati iya kwenje njalo: ngokuba londawo ibifanele emehlweni abantu bonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lathi lonke ibandla, Makwenjiwe njalo; ngokuba lalilungile elo zwi emehlweni abantu bonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lathi lonke ibandla makwenziwe, ngokuba loo nto ibilungile emehlweni abantu bonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa lilonke ibandla lavumelana kwezi mbono, kuba le nto yafumaneka ilungile kumntu wonke.