1 Chronicles 13:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Davide wahlanganisa o‐Sirayeli bonke, kwa se‐Shihore yase‐Jipete kwada kwasekungenweni kwe‐Hamati, ukuba kubuyiswe ityeya katixo e‐Kiriyate‐yarime.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wawabizela ndawonye ke uDavide onke amaSirayeli, wathabathela eShihore yaseYiputa, wada wasa ekungeneni eHamati, ukuba ayithabathe ityeya kaThixo eKiriyati-yeharim.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wawahlanganisa ke uDavide onke amaSirayeli, wathabathela eShihore ezweni laseYiputa, wada wesa ekungeneni eHamati, ukuze ayithabathe ityeya kaThixo eKiriyati-yarim.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke uDavide wahlanganisa uSirayeli wonke jikelele ukusukela kumlambo iShikore kwelaseJiputa kuye kwinkalo yaseHamati, ukuze kulandwe ityesi kaThixo eKiriyati-yarim.