1 Chronicles 14:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Davide wabuza kutixo, esiti: Ndiya kunyuka na ngakuwo ama‐Filistiya? wowanikela esandleni sam na? Wayesiti uyehova kuye: Nyuka; ngokuba ndiya kuwanikela esandleni sako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabuza uDavide kuThixo, wathi, Ndinyuke na ndiye kumaFilisti? Wowanikela na esandleni sam? Wathi uYehova kuye, Nyuka, ndowanikela esandleni sakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uDavide wabuza kuYehova, esithi, Ndiwahlasele na amaFilisti? uya kuwanikela na esandleni sam? Wathi uYehova kuye, Yima; ngokuba ndiya kuwanikela esandleni sakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
waza uDavide wabuzisa kuThixo wathi: “Kufuneka ndiwahlasele na amaFilistiya? Ngaba uza kuwanikela esandleni sam na?” UNdikhoyo wathi kuye: “Ewe, wahlasele; ndowanikela esandleni sakho amaFilistiya.”