1 Chronicles 14:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ayeshiya kona otixo bawo; waza waxela u‐Davide, batshiswa ngomlilo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Azishiya apho izithixo zawo; wathi uDavide mazitshiswe ngomlilo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Azishiya apho izithixo zawo, waza uDavide wayalela ukuba atshiswe ngomlilo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku amaFilistiya abashiya apho *oothixo bawo, waza uDavide wayalela ukuba batshiswe.