1 Chronicles 14:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wanakana u‐Davide ukuba uyehova ebemqinisile ukuba ngukumkani pezu kwo‐Sirayeli; ngokuba ubukumkani bake bebupakanyiselwa pezulu, ngenxa yabantu bake o‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wazi uDavide ukuba uYehova umqinisile waba ngukumkani wamaSirayeli; baphakanyiselwa phezulu ubukumkani bakhe ngenxa yabantu bakhe amaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uDavide waqonda ukuba uYehova ummisele ukuba abe ngukumkani wakwaSirayeli, ngenxa yokuba ubukumkani bakhe baphakanyiselwa ngenxa yabantu bakhe amaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke uDavide waqonda ukuba *uNdikhoyo umzinzisile wangukumkani kwaSirayeli, eqonda nokuba umbuso wakhe uwuphakamise kakhulu ngenxa yabantu bakhe amaSirayeli.