1 Chronicles 14:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Walekela u‐Davide ukuzeka abafazi e‐Yerusaleme; walekela u‐Davide nokuzala onyana nentombi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UDavide wabuya wazeka abanye abafazi eYerusalem; uDavide wabuya wazala abanye oonyana neentombi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uDavide waphinda wazeka abanye abafazi eYerusalem, waza wazala abanye oonyana neentombi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Apho eJerusalem ke uDavide wathatha abanye abafazi, waza ke wazala abanye oonyana neentombi.