1 Chronicles 15:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bandula abaperisite naba‐Levi bazingcwalisa, ukuze benyuse ityeya kayehova, utixo wo‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bazingcwalisa ke ababingeleli nabaLevi, ukuba bayinyuse ityeya kaYehova uThixo kaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bazingcwalisa ke ababingeleli nabaLevi, ukuba bayinyuse ityeya kaYehova uThixo kaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke ababingeleli nabaLevi bazihlambulula ukuze babuyise ityesi kaNdikhoyo uThixo kaSirayeli.