1 Chronicles 15:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza aba‐Levi bamisa u‐Hemani unyana ka‐Joweli; nakubazalwana bake, u‐Safa unyana ka‐Berekiya; nakonyana baka‐Merari abazalwana babo, u‐Etane unyana ka‐Kushaya:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
AbaLevi bamisa ke uHeman unyana kaYoweli, nakubazalwana bakhe uSafu unyana kaBherekiya, nakoonyana bakaMerari, abazalwana babo, uEtan unyana kaKushaya,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
AbaLevi bambeka uHeman unyana kaYoweli; kubazalwana bakhe ibinguAsafu unyana kaBherekiya; koonyana bakaMerari, abazalwana babo nguEtan unyana kaKushiya;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke abaLevi banyula uHeman unyana kaJoweli, nakubantakwabo uAsafu unyana kaBherekiya, baza kubantakwabo oonyana bakaMerari banyula uEtan unyana kaKushaya,