1 Chronicles 15:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wati u‐Davide: Akuko mntu ongayitwalayo ityeya katixo, kupela ngaba‐Levi; ngokuba bona ebanyulile uyehova ukuba batwale ityeya katixo, nokuba bamkonze kude kube ngunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waza uDavide wathi, Mayingathwalwa ityeya kaThixo ngabangebaLevi; ngokuba unyule bona uYehova ukuba bayithwale ityeya kaThixo, bamlungiselele ngonaphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uDavide, Akukho bani unako ukuyithwala ityeya kaThixo, ingengabaLevi; ngokuba abanyule uYehova ukuba bayithwale ityeya kaThixo, bamkhonze ngonaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UDavide wathi: “Le tyesi kaThixo ayinakuthwalwa mntu wumbi ngaphandle kwabaLevi, kuba ngabo abanyulwayo *nguNdikhoyo ukuze bayithwale balungiselele endlwini yakhe kude kube ngunaphakade.”