1 Chronicles 15:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
U‐Berekiya no‐Lekana bebengabalindimnyango betyeya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
OoBherekiya noElikana babengabamasango etyeya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
OoBheriya noElikana babengabamasango etyeya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UBherekiya noElikana babengabagcini-masango, besalusa ityesi kaThixo.