1 Chronicles 15:27 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku u‐Davide wavatiswa ngengubo yeqiya eshiceneyo, kwa nabo bonke aba‐Levi abatwala ityeya, nabaculi, no‐Kenaniya umpati wokuvuma kwabaculi: kanjalo u‐Davide ebeneyefodi yeqiya pezu kwake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wayambethe ingubo yokwaleka yelinen ecikizekileyo uDavide, nabaLevi bonke ababethwele ityeya, neemvumi, noKenaniya umphathi wabathwali; ke uDavide wayebhinqe iefodi yelinen emhlophe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wayambethe ingubo yokwaleka yelinen ecikizekileyo uDavide, nabaLevi bonke ababethwele ityeya, neemvumi, noKenaniya umphathi wabathwali, neemvumi; ke uDavide ebhinqe ilinen egxalabeni;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke uDavide nabaLevi ababethwele ityesi, ngokunjalo neemvumi kunye noKenaniya owayengumphathi-kwayala, bonke babethe wambu iminweba yelinen entle kunene. Kananjalo ke uDavide wayefake *nesidanga esenziwe ngelinen.