1 Chronicles 16:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nina nzalo ka‐Sirayeli isicaka sake, bonyana baka‐Yakobi, abaqashwa bake!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mbewu kaSirayeli, yomkhonzi wakhe, Nyana bakaYakobi, banyulwa bakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nina nyana bakaSirayeli, mkhonzi wakhe, nyana bakaYakobi, banyulwa bakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nina niyinzala yesicaka sakhe uSirayeli, nilusapho lukaYakobi umnyulwa wakhe.