1 Chronicles 16:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kumbulani ucebano lwake kude kube ngunapakade; ilizwi wabelixela kwiwaka lezizukulwana;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Khumbulani ngonaphakade umnqophiso wakhe, Ilizwi awalimisela izizukulwana eziliwaka,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Khumbulani ngamaxesha onke umnqophiso wakhe; Ilizwi awalimisela iwaka lezizukulwana;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akasokuwulibala naphakade umnqophiso wakhe, awawenzela izizukulwana ngezizukulwana.