1 Chronicles 16:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
akavumelanga mntu ukuba ababandezele; wabohlwaya nokumkani ngenxa yabo,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akavumela mntu ukuba abacudise, Wohlwaya ookumkani ngenxa yabo,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akavumelanga mntu ukuba abenzakalise; ewe, wabakhalimela ookumkani ngenxa yabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa uThixo akavumanga ukuba batsaliswe nzima; ude wazohlwaya neekumkani ngenxa yabo.