1 Chronicles 16:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba uyehova emkulu, ulungel’ ukudunyiswa kakulu; ulungel’ ukwoyikwa napezu kwotixo bonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba mkhulu uYehova, engowokudunyiswa kunene; Uyoyikeka ngaphezu koothixo bonke,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba mkhulu uYehova yaye ufanele ukudunyiswa kakhulu; Uyoyikeka yena ngaphezu koothixo bonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku yingangalala uNdikhoyo, ufanelwe yimbeko enkulu. Ufanelwe kukoyikwa ngaphezu kwezithixo zonke,