1 Chronicles 16:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba bonke otixo bezizwe bengamadalo; kanti uyehova walenza izulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba bonke oothixo bezizwe abanto zanto; UYehova yena wenza amazulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba bonke oothixo beentlanga banqula izithixo, kodwa uYehova wenza amazulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba yimifanekiso nje izithixo zeentlanga, kodwa yena uNdikhoyo wadal' oomazulu.