1 Chronicles 16:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Tutumelani pambi kwake, mhlaba wonke! Ilizwe nalo liya kuqiniswa, lize lingabi nakushukunyiswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Thuthumelani phambi kwakhe, nonke hlabathi; Elimiweyo liya kuzinza ngoko, lingashukumi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Moyikeni ubuso bakhe, nonke hlabathi; umhlaba uya kuzinziswa, ukuba ungashukumi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Malingcangcazele lonk' ihlabathi phambi kwakhe; nguye oya kubagweba ngobulungisa bonke abantu.