1 Chronicles 16:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
WAZA wamisela pambi kwetyeya kayehova abatile kuba‐Levi babe ngabakonzi, nokuba bakankanye, babulele, badumise uyehova, utixo wo‐Sirayeli:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wamisa phambi kwetyeya kaYehova abalungiseleli kubaLevi, ukuba bakhumbuze, babulele, badumise uYehova uThixo kaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabeka abanye kubaLevi ukuba bakhonze phambi kwetyeya kaYehova, banike ingxelo, badumise, badumise uYehova uThixo kaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wamisela abaLevi abathile ukuze balungiselele phambi koNdikhoyo, benze izikhungo, imibulelo, neendumiso zokubonga uNdikhoyo uThixo kaSirayeli.