1 Chronicles 16:41 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nakunye nabo u‐Hemani no‐Jedutune, nesisalela sabanyuliweyo, abebebalulwe ngamagama, ukuba babulele kuyehova, ngokuba ububele bake bungunapakade;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Babenabo ooHeman noYedutun, nabanye abanyulwa, abo babekhankanywe ngamagama, ukuba babulele kuYehova, ngokuba ingunaphakade inceba yakhe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
baba noHeman noYedutun nabanye abanyuliweyo ababizwa ngamagama ukuba badumise uYehova, ngenxa yokuba inceba yakhe ikwixesha elingenammiselo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Apho kubo ke washiya noHeman noJedutun nabo bonke ababenyuliwe bakhankanywa ukuze benze imibulelo kuNdikhoyo ngenxa yezibele zakhe ezingatshitshiyo.