1 Chronicles 16:43 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bada bemka bonke abantu baya abanye ngabanye ezindlwini zabo; waza wabuya u‐Davide ukuya kutamsanqelisa indlu yake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bahamba bonke abantu, elowo waya endlwini yakhe; wabuya ke uDavide, weza kusikelela indlu yakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bafuduka bonke abantu, elowo waya endlwini yakhe; wabuya uDavide, waya kusikelela indlu yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku bonke abantu bemka, yangulowo nalowo wagoduka. NoDavide ke wagoduka, waya kuthamsanqela usapho lwakhe.