1 Chronicles 17:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Mna ndiya kuba nguyise kuye, naye woba ngunyana kum; nobubele bam andiyi kubususa kuye, njengokuba ndabususa kulowo obepambili kuwe:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mna ndiya kuba nguyise kuye, yena abe ngunyana kum. Inceba yam andiyi kuyisusa kuye, njengoko ndayisusayo kowayengaphambi kwakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mna ndiya kuba nguyise kuye, yena abe ngunyana wam;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mna ndiya kuba nguyise kuye, yena abe ngunyana wam. Uthando lwam kuye alusoze lutshitshe, njengoko lwenzayo kumfo owangena esikhundleni sakhe wena.