1 Chronicles 17:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa ndiya kummisa endlwini yam nasebukumkanini bam kude kube ngunapakade; neterone yake iya kuqiniswa kude kube ngunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kummisa endlwini yam, nasebukumkanini bam, kude kuse ephakadeni; itrone yakhe iya kuzinza kude kuse ephakadeni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiza kummisela endlwini yam nasebukumkanini bam ukusa kwixesha elingenammiselo, netrone yakhe iya kuqiniseka ukusa kwixesha elingenammiselo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiya kummisela endlwini yam, alawule kude kube ngunaphakade. Ewe, ulawulo lwakhe lohlala ngonaphakade.’ ”