1 Chronicles 17:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula ukumkani u‐Davide wangena wahlala ebusweni bukayehova, wati: Ndingubanina mna, Yehova, Tixo! iyinto nina nendlu yam, ukuba undizisile kude kwalapa?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waya ukumkani uDavide, wahlala phambi koYehova, wathi, Ndingubani na, Yehova Thixo, iyintoni na indlu yam, ukuba ude undizise nalapha?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waya ukumkani uDavide, wahlala phambi koYehova, wathi, Ndingubani na, YehovaYehova, iyintoni na indlu yam, ukuba undizise apha?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku ukumkani uDavide wangena waya kuhlala phambi *koNdikhoyo, waza wathi: “Kuxa ndingubani mna, Ndikhoyo Thixo? Iyintoni yona indlu yam, ukuba ude uze kundibeka kule ndawo ndikuyo ngoku?